1 minute read

Amafama angamakhosikazi ayabhiyoza nanjengoko uMphathiswa enikeza ngeshedi yokucheba entsha kraca

Bekugcwele iingomazemigcobo nemiyiyizelo ngethuba urhulumente wephondo evula iziko elinxaxhile leshediyokucheba yaseMfinci Noncedo yamafama,apho uninzilwabo ingamakhosikazi, kwindawo yaseSterkspruit.

Echulumancile uNonkqubelaPieters, uMphathiswa wophuhlisolwamaphandle kwanohlengahlengiso lomhlaba,ebelapho ukuvula esisakhiwo, nesakhiwengexabiso leR1.3m, nalaphoathe wavuyisananamafama agcolodileyo.

Umfama uNonkululekoHlanjwa uthe bazive besikelelekilekwaye bethamsanqekile.

Besifudula sicheba iigusha zethu kwisakhiwoesidala ntoleyoibifaka ifuthekumgangatho woboya bethu, utshilo.

Yayincinci kwaye sasingenayo enye indlela ngaphandle kokucukanisanokulungelelanisa uboya bethu phandle.

Ngoku yonke intoyenzelwa ngaphakathi, nto leyo eza kuphucula umgangatho, ingqibelelo kwakunye nengeniso.

Ngekwentetho evangwengengqiqi, uHlanjwa uthe: Ebomini, kutheni le nto uza kuya edolophini uyofuna umsebenzi logama unokwazi ukusebenzisaumhlaba nezilwanyana ngendlela ehlakaniphileyoukuze ukwazi ukuziphilisa.

Uthe kukho amafamaangamashumi am- abini anesithathu (23)kuKopolotyeni wabo wokuvelisauboya (MfinciNoncedoWoolgrowers Co-operative)onamalungu angamashumi amahlanu anesithathu (53).

Amakhosikazi akuthatheleingqalelo ephezuluukulima. Bangwanzililifuthibadlamkile.

Ulimo luthethaukuba awulindingenzondeleloindoda ukuzeithumeleimali esukaezixekweni okanye emgodini.

Siyazimela zesizenzele ngokunokwethu. Sikwazile ukuzimela ngokwezezimali.

Siyakuthanda ukulima,siyakuthanda ukubeka ukutya etafileni ukuze kuxhamle abantwana bethu,abalupheleyo kwakunye nathi njengeziqu. Siziva sonelisekile kakhulu.

Usekela sihlalo wombutho, uBen Mpila, utheesi sakhiwositshasize emvakweminyakaeliqela ekhatshwazizizukulwanazemitabalazo.

Lo mbutho uqalwe ngootata nookhokho babo ngeminyaka yoo1970 bengabayili abalishumi kuphela,kodwa ngenxayokunyamezela namavaabahamba bewafumana, amashishini wabo kwakunyenengeniso aye akhula.

Ekuqaleni sasisusa nje uboya ezigusheni kwaye sasingayazi ixabiso lwabo ntlandlolo.

Sasikade sithengisakubantu abamhlophe ababesinika nje kwanto, kuquka neengubo.

Maize meal, an important staple, continues to see high rates of #inflation. Its price index increased by 2,2% between Jan & Feb, taking the annual rate to 34,7%- stats SA

“Izinto zazimbi kakhulu,kodwa ngoku siyalazi ixabisoloboya, yiyole ntosichulumancilesesi sakhiwo.Sikholelwaukuba ubungakanani boboya buzakusinika ingeniso ethe xhaxhe.”

UMphathiswa usebenzise inkqubo yeveki yonke yokufikelelaeluntwini yeNdluyoWiso

Mthetho yaseMpuma Kapa ebityelele eSterkspruit, eyaziwa njengokuthathwa kweNdlu yoWiso Mthethoisiwe ebantwini,ukunikeza ngokusesikwenile shediyokuchebaekwisakhiwo esinxaxhileyoeza kuncedaukukufaka umfutho woshishino kwimveliso yezolimo ephondweni.

This article is from: